IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 33:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Mvumeleni ingoma entsha;+

      Yenzani okusemandleni enu ngokudlala imirhubhe nenze nemikhwazo yovuyo.+

  • INdumiso 98:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 98 Mvumeleni ingoma entsha uYehova,+

      Kuba ziyamangalisa izinto azenzileyo.+

      Isandla sakhe sasekunene, yona kanye ingalo yakhe engcwele, imzuzele usindiso.+

  • INdumiso 149:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 149 Dumisani uYa!+

      Mvumeleni ingoma entsha uYehova,+

      Indumiso yakhe ebandleni labanyanisekileyo.+

  • ISityhilelo 5:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Baza bavuma ingoma+ entsha, besithi: “Ukufanele ukuwuthabatha umsongo uze uvule amatywina awo, ngenxa yokuba waxhelwa waza ngegazi+ lakho wathengela+ uThixo+ abantu bephuma kuzo zonke izizwe neelwimi nabantu neentlanga,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share