Efese 5:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 ukuze alizise kuye ibandla limbejembeje,+ lingenabala okanye mibimbi okanye nayiphi na yezinto ezinjalo, kodwa ukuze libe ngcwele yaye lingabi nasiphako.+ Yuda 24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ke kaloku kulowo ukwaziyo ukunilondoloza+ ekukhubekeni, nokunimisa ningenasiphako+ ebuqaqawulini bakhe, ninovuyo olukhulu,
27 ukuze alizise kuye ibandla limbejembeje,+ lingenabala okanye mibimbi okanye nayiphi na yezinto ezinjalo, kodwa ukuze libe ngcwele yaye lingabi nasiphako.+
24 Ke kaloku kulowo ukwaziyo ukunilondoloza+ ekukhubekeni, nokunimisa ningenasiphako+ ebuqaqawulini bakhe, ninovuyo olukhulu,