1 Petros 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngokuba lixesha lokuba umgwebo uqale ngendlu kaThixo.+ Ukuba ke uqala ngathi kuqala,+ siya kuba yintoni na isiphelo sabo bangazithobeliyo iindaba ezilungileyo zikaThixo?+ 2 Petros 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ngoko ke uYehova uyakwazi ukubahlangula esilingweni abantu abanozinikelo lobuthixo,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze banqunyulwe,+
17 Ngokuba lixesha lokuba umgwebo uqale ngendlu kaThixo.+ Ukuba ke uqala ngathi kuqala,+ siya kuba yintoni na isiphelo sabo bangazithobeliyo iindaba ezilungileyo zikaThixo?+
9 ngoko ke uYehova uyakwazi ukubahlangula esilingweni abantu abanozinikelo lobuthixo,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze banqunyulwe,+