IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 75:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Kuba kukho indebe esandleni sikaYehova,+

      Yaye iwayini iphuphuma ugwebu, iphithikeziwe.

      Ngokuqinisekileyo uya kuzichitha iintsipho zayo;

      Bonke abangendawo bomhlaba baya kuzihluza, bazisele.”+

  • ISityhilelo 11:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kodwa iintlanga zaqumba, nengqumbo yakho yeza, nexesha elimisiweyo lokuba abafileyo bagwetywe, nokuwanika umvuzo+ wawo amakhoboka akho abaprofeti+ nabo bangcwele nabo baloyikayo igama lakho, abancinane nabakhulu,+ nokonakalisa+ abo bawonakalisayo umhlaba.”+

  • ISityhilelo 16:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Yaye isixeko esikhulu+ sahlukana saziinxalenye ezintathu, nezixeko zeentlanga zawa; yaza iBhabhiloni Enkulu+ yakhunjulwa emehlweni kaThixo, ukuba ayinike indebe yewayini yomsindo wengqumbo yakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share