ISityhilelo 13:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Apha kulapho ubulumko bufuneka khona: Lowo unayo ingqiqo makalibale inani lerhamncwa, kuba linani lomntu;+ yaye inani lalo lingamakhulu amathandathu anamashumi amathandathu anesithandathu.+
18 Apha kulapho ubulumko bufuneka khona: Lowo unayo ingqiqo makalibale inani lerhamncwa, kuba linani lomntu;+ yaye inani lalo lingamakhulu amathandathu anamashumi amathandathu anesithandathu.+