Yohane 2:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 nangenxa yokuba kwakungekho mfuneko yokuba afumane nabani na wokungqina ngomntu, kuba yena ngokwakhe wayekwazi oko kwakusemntwini.+ ISityhilelo 2:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 ‘Ndiyazazi izenzo zakho, nothando+ nokholo nobulungiseleli nonyamezelo lwakho, nokuba izenzo zakho+ zamva zingaphezulu kwezo zangaphambili.+ ISityhilelo 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Nengelosi+ yebandla eliseSardesi yibhalele uthi: Utsho lowo unoomoya+ abasixhenxe bakaThixo neenkwenkwezi+ ezisixhenxe, ukuthi, ‘Ndiyazazi izenzo zakho, ukuba unegama lokuba uphilile, kodwa ufile.+
25 nangenxa yokuba kwakungekho mfuneko yokuba afumane nabani na wokungqina ngomntu, kuba yena ngokwakhe wayekwazi oko kwakusemntwini.+
19 ‘Ndiyazazi izenzo zakho, nothando+ nokholo nobulungiseleli nonyamezelo lwakho, nokuba izenzo zakho+ zamva zingaphezulu kwezo zangaphambili.+
3 “Nengelosi+ yebandla eliseSardesi yibhalele uthi: Utsho lowo unoomoya+ abasixhenxe bakaThixo neenkwenkwezi+ ezisixhenxe, ukuthi, ‘Ndiyazazi izenzo zakho, ukuba unegama lokuba uphilile, kodwa ufile.+