IZenzo 20:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 kwaye phakathi kwenu kuya kusuka amadoda aze athethe izinto ezijijekileyo+ ukuze abatsale abafundi emva kwawo.+ 2 Korinte 11:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba abo abanjalo ngabapostile bobuxoki, abasebenzi benkohliso,+ bezimilisa okwabapostile bakaKristu.+
30 kwaye phakathi kwenu kuya kusuka amadoda aze athethe izinto ezijijekileyo+ ukuze abatsale abafundi emva kwawo.+
13 Kuba abo abanjalo ngabapostile bobuxoki, abasebenzi benkohliso,+ bezimilisa okwabapostile bakaKristu.+