Efese 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 enanikhe ngaxesha lithile nahamba kuzo ngokwenkqubo+ yezinto yeli hlabathi, ngokomlawuli+ wegunya lomoya, moya+ lowo ngoku osebenza koonyana bokungathobeli.+ Efese 6:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 kuba sizamazamana,+ kungekhona negazi nenyama, kodwa noorhulumente,+ namagunya,+ nabalawuli+ behlabathi bobu bumnyama, kwanemikhosi yoomoya+ abangendawo kwezasezulwini iindawo.
2 enanikhe ngaxesha lithile nahamba kuzo ngokwenkqubo+ yezinto yeli hlabathi, ngokomlawuli+ wegunya lomoya, moya+ lowo ngoku osebenza koonyana bokungathobeli.+
12 kuba sizamazamana,+ kungekhona negazi nenyama, kodwa noorhulumente,+ namagunya,+ nabalawuli+ behlabathi bobu bumnyama, kwanemikhosi yoomoya+ abangendawo kwezasezulwini iindawo.