Isaya 47:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Hlala phantsi uthe cwaka+ uze ungene ebumnyameni,+ ntombi yamaKhaledi;+ kuba akuyi kuba namava kwakhona okuba abantu bakubize ngokuba uyiNkosikazi+ Yezikumkani.+ Yakobi 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Bakrexezikazindini,+ anazi na ukuba ubuhlobo kunye nehlabathi bubutshaba kunye noThixo?+ Nabani na, ke ngoko, ofuna ukuba ngumhlobo+ wehlabathi uzenza utshaba lukaThixo.+ ISityhilelo 18:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Yaye ookumkani+ bomhlaba abahenyuza nayo nabaphila kubunewunewu bokungabi nazintloni baya kulila bezimbambazela besentlungwini ngenxa yayo,+ xa bekhangela kumsi+ wokutsha kwayo,
5 Hlala phantsi uthe cwaka+ uze ungene ebumnyameni,+ ntombi yamaKhaledi;+ kuba akuyi kuba namava kwakhona okuba abantu bakubize ngokuba uyiNkosikazi+ Yezikumkani.+
4 Bakrexezikazindini,+ anazi na ukuba ubuhlobo kunye nehlabathi bubutshaba kunye noThixo?+ Nabani na, ke ngoko, ofuna ukuba ngumhlobo+ wehlabathi uzenza utshaba lukaThixo.+
9 “Yaye ookumkani+ bomhlaba abahenyuza nayo nabaphila kubunewunewu bokungabi nazintloni baya kulila bezimbambazela besentlungwini ngenxa yayo,+ xa bekhangela kumsi+ wokutsha kwayo,