IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 38:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Phofu ke, kwathi emva kweenyanga ezintathu, waxelelwa uYuda kwathiwa: “UTamare umolokazana wakho uzenze ihenyukazi,+ kunjalonje umithi+ ngenxa yokuhenyuza kwakhe.” Ngoko uYuda wathi: “Mkhupheni atshiswe.”+

  • Levitikus 21:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “‘Ukuba ithe intombi yombingeleli yazihlambela ngokuba ngunongogo, ihlambela uyise. Yotshiswa ngomlilo.+

  • ISityhilelo 18:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kungenxa yoko le nto ziya kuza ngamini-nye izibetho+ zayo, ukufa nokuzila nendlala, yaye iya kutshiswa ngokupheleleyo ngomlilo,+ ngenxa yokuba uYehova uThixo, oyigwebileyo, womelele.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share