ISityhilelo 17:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Iimpondo ezilishumi ozibonileyo zithetha ookumkani abalishumi,+ abangekafumani bukumkani, kodwa bathi bafumane igunya njengookumkani ilixa elinye kunye nerhamncwa.
12 “Iimpondo ezilishumi ozibonileyo zithetha ookumkani abalishumi,+ abangekafumani bukumkani, kodwa bathi bafumane igunya njengookumkani ilixa elinye kunye nerhamncwa.