INdumiso 75:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba kukho indebe esandleni sikaYehova,+Yaye iwayini iphuphuma ugwebu, iphithikeziwe.Ngokuqinisekileyo uya kuzichitha iintsipho zayo;Bonke abangendawo bomhlaba baya kuzihluza, bazisele.”+ Yeremiya 51:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 IBhabhiloni ibiyindebe yegolide esandleni sikaYehova,+ yona ibisenza wonke umhlaba unxile.+ Iintlanga zisele iwayini yayo.+ Kungenxa yoko le nto iintlanga ziqhubeka zinempambano.+ ISityhilelo 16:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye isixeko esikhulu+ sahlukana saziinxalenye ezintathu, nezixeko zeentlanga zawa; yaza iBhabhiloni Enkulu+ yakhunjulwa emehlweni kaThixo, ukuba ayinike indebe yewayini yomsindo wengqumbo yakhe.+
8 Kuba kukho indebe esandleni sikaYehova,+Yaye iwayini iphuphuma ugwebu, iphithikeziwe.Ngokuqinisekileyo uya kuzichitha iintsipho zayo;Bonke abangendawo bomhlaba baya kuzihluza, bazisele.”+
7 IBhabhiloni ibiyindebe yegolide esandleni sikaYehova,+ yona ibisenza wonke umhlaba unxile.+ Iintlanga zisele iwayini yayo.+ Kungenxa yoko le nto iintlanga ziqhubeka zinempambano.+
19 Yaye isixeko esikhulu+ sahlukana saziinxalenye ezintathu, nezixeko zeentlanga zawa; yaza iBhabhiloni Enkulu+ yakhunjulwa emehlweni kaThixo, ukuba ayinike indebe yewayini yomsindo wengqumbo yakhe.+