Mateyu 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa nabani na okhubekisa omnye waba bancinane banokholo kum, ngekumlungele kanye ukuba agangxwe ilitye lokusila+ entanyeni yakhe njengelo lijikeleziswa nge-esile aze atshoniswe enzulwini yolwandle.+
6 Kodwa nabani na okhubekisa omnye waba bancinane banokholo kum, ngekumlungele kanye ukuba agangxwe ilitye lokusila+ entanyeni yakhe njengelo lijikeleziswa nge-esile aze atshoniswe enzulwini yolwandle.+