Genesis 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nabani na ophalaza igazi lomntu, lophalazwa ngumntu nelakhe igazi,+ kuba umntu wenziwa ngomfanekiso kaThixo. Yeremiya 51:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 “IBhabhiloni ayizange ibe ngunobangela nje kuphela wokuwa kwababuleweyo bakaSirayeli+ kodwa eBhabhiloni kuwe nababuleweyo bomhlaba wonke.+
6 Nabani na ophalaza igazi lomntu, lophalazwa ngumntu nelakhe igazi,+ kuba umntu wenziwa ngomfanekiso kaThixo.
49 “IBhabhiloni ayizange ibe ngunobangela nje kuphela wokuwa kwababuleweyo bakaSirayeli+ kodwa eBhabhiloni kuwe nababuleweyo bomhlaba wonke.+