Mateyu 25:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoxa babesiya kuthenga, wafika umyeni, zaza iintombi ezinyulu ezazilungile zangena naye kwitheko lomtshato;+ lwavalwa ke ucango. ISityhilelo 19:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yandula ke yathi kum: “Bhala uthi: Banoyolo abo bamenyelwe+ kwisidlo sangokuhlwa somtshato+ weMvana.” Yaphinda yathi: “La ngamazwi ayinyaniso kaThixo.”+
10 Ngoxa babesiya kuthenga, wafika umyeni, zaza iintombi ezinyulu ezazilungile zangena naye kwitheko lomtshato;+ lwavalwa ke ucango.
9 Yandula ke yathi kum: “Bhala uthi: Banoyolo abo bamenyelwe+ kwisidlo sangokuhlwa somtshato+ weMvana.” Yaphinda yathi: “La ngamazwi ayinyaniso kaThixo.”+