Mateyu 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko uYesu wathi kuye: “Hamb’ umke, Sathana! Kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘NguYehova uThixo wakho omele umnqule,+ yaye nguye yedwa+ omele unikele inkonzo engcwele kuye.’”+ Yohane 4:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Noko ke, liyeza ilixa, nangoku selikho, xa abanquli bokwenyaniso baya kumnqula uBawo ngomoya+ nenyaniso,+ kuba, eneneni, uBawo ufuna abanjalo ukumnqula.+
10 Ngoko uYesu wathi kuye: “Hamb’ umke, Sathana! Kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘NguYehova uThixo wakho omele umnqule,+ yaye nguye yedwa+ omele unikele inkonzo engcwele kuye.’”+
23 Noko ke, liyeza ilixa, nangoku selikho, xa abanquli bokwenyaniso baya kumnqula uBawo ngomoya+ nenyaniso,+ kuba, eneneni, uBawo ufuna abanjalo ukumnqula.+