ISityhilelo 13:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yaye linyanzela bonke abantu,+ abancinane nabakhulu, nabazizityebi nabangamahlwempu, nabakhululekileyo nabangamakhoboka, ukuba banikwe uphawu esandleni sabo sokunene okanye emabunzini abo,+
16 Yaye linyanzela bonke abantu,+ abancinane nabakhulu, nabazizityebi nabangamahlwempu, nabakhululekileyo nabangamakhoboka, ukuba banikwe uphawu esandleni sabo sokunene okanye emabunzini abo,+