ISityhilelo 13:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Laza lanikwa ukuba liwunike impefumlo umfanekiso werhamncwa, khon’ ukuze umfanekiso werhamncwa uthethe yaye ubangele ukuba babulawe bonke abo bangayi kuwunqula konke konke umfanekiso+ werhamncwa.
15 Laza lanikwa ukuba liwunike impefumlo umfanekiso werhamncwa, khon’ ukuze umfanekiso werhamncwa uthethe yaye ubangele ukuba babulawe bonke abo bangayi kuwunqula konke konke umfanekiso+ werhamncwa.