IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Korinte 15:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kodwa ngamnye kuluhlu lwakhe: UKristu intlahlela,+ emva koko abo bangabakaKRISTU ebudeni bobukho bakhe.+

  • 1 Korinte 15:52
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 52 ngesiquphe, ngokuqhwanyaza kweliso, ebudeni bexilongo lokugqibela. Kuba liya kukhala ixilongo,+ yaye abafileyo baya kuvuswa bengenakonakala,+ ibe siya kutshintshwa.

  • Filipi 3:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 ndinethemba lokufumana uvuko+ lokuqala lwabafileyo.

  • 1 Tesalonika 4:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 ngenxa yokuba iNkosi ngokwayo iya kuhla ivela ezulwini,+ idanduluke ngezwi lesiphatha-zingelosi+ nangexilongo likaThixo,+ yaye abo bafe bemanyene noKristu baya kuvuka kuqala.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share