IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 39:6
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 6 Ekugqibeleni waziphathisa uYosefu zonke izinto awayenazo, ibe wayengaziqhekezi ntloko ngayo yonke enye into ngaphandle nje kokutya akutyayo. UYosefu ke wayemile kakuhle, eyinzwana.

  • INdumiso 105:21
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 21 Wamenza umphathi endlini yakhe,

      Nomlawuli wazo zonke izinto anazo,+

  • IZenzo 7:9, 10
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 9 Yaye ezo ntloko-ntsapho zammonela uYosefu+ zaza zamthengisa eYiputa.+ Kodwa uThixo wamxhasa,+ 10 wamsindisa kuzo zonke iintlungu awazifumanayo, wamenza wathandwa ngabantu yaye wasisilumko phambi koFaro ukumkani waseYiputa. UFaro wambeka ­ukuba ­alawule ­iYiputa nayo yonke indlu yakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share