IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 2:19
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 19 Xa usondela kuma-Amoni, uze ungawakhathazi okanye uwaqale, kuba andizukukunika ilizwe lawo ukuba uhlale kulo, kuba ndilinike inzala kaLote ukuba ihlale kulo.+

  • ABagwebi 11:4
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 4 Emva kwethuba, ama-Amoni alwa noSirayeli.+

  • Nehemiya 13:1
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 13 Ngaloo mini abantu bafundelwa incwadi kaMoses,+ beva ukuba ama-Amoni namaMowabhi+ awafanele nanini na avunyelwe angene kwibandla loThixo wokwenene,+

  • Zefaniya 2:9
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  9 Ngoko ke, ndiphila nje,” utsho uYehova wemikhosi, uThixo kaSirayeli,

      “UMowabhi uza kufana nqwa neSodom,+

      Nama-Amoni afane neGomora,+

      Indawo yamarhawu,* umngxuma wetyiwa, indawo eza kuhlala ingenabantu.+

      Abashiyekileyo ebantwini bam baza kuwoxuthela izinto zawo,

      Nabo bashiyekileyo kuhlanga lwam baza kuthimba izinto zawo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share