Genesis 29:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Wathi uYehova akubona ukuba uLeya wayengathandwa,* wamenza wakwazi ukukhulelwa,*+ kodwa yena uRakeli wayengafumani bantwana.+
31 Wathi uYehova akubona ukuba uLeya wayengathandwa,* wamenza wakwazi ukukhulelwa,*+ kodwa yena uRakeli wayengafumani bantwana.+