-
Genesis 24:2, 3IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
2 UAbraham wathi kwisicaka sakhe, esona sidala endlini yakhe, nesasiphethe yonke into awayenayo:+ “Ndicela ubeke isandla sakho phantsi kwethanga lam, 3 kuba ndiza kukufungisa ngoYehova uThixo wamazulu noThixo womhlaba, ukuba unyana wam awuzukumthathela umfazi kwiintombi zamaKanan endihleli phakathi kwawo.+
-