Genesis 17:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Xa uAbram wayeneminyaka eyi-99, uYehova wabonakala kuye waza wathi: “NdinguThixo uSomandla. Hamba phambi kwam uze ube msulwa.* Eksodus 6:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Ndandidla ngokubonakala kuAbraham, kuIsake nakuYakobi ndinguThixo uSomandla,+ kodwa zange ndibazise igama lam elinguYehova.+ ISityhilelo 15:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Babecula ingoma kaMoses+ ikhoboka likaThixo, nengoma yeMvana,*+ besithi: “Mikhulu kwaye iyamangalisa imisebenzi yakho+ Yehova* Thixo Somandla.+ Iindlela zakho zezobulungisa+ yaye ziyinyaniso, Kumkani kanaphakade.+
17 Xa uAbram wayeneminyaka eyi-99, uYehova wabonakala kuye waza wathi: “NdinguThixo uSomandla. Hamba phambi kwam uze ube msulwa.*
3 Ndandidla ngokubonakala kuAbraham, kuIsake nakuYakobi ndinguThixo uSomandla,+ kodwa zange ndibazise igama lam elinguYehova.+
3 Babecula ingoma kaMoses+ ikhoboka likaThixo, nengoma yeMvana,*+ besithi: “Mikhulu kwaye iyamangalisa imisebenzi yakho+ Yehova* Thixo Somandla.+ Iindlela zakho zezobulungisa+ yaye ziyinyaniso, Kumkani kanaphakade.+