Genesis 31:17, 18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Emva koko uYakobi wakhwelisa abantwana bakhe nabafazi bakhe ezinkameleni,+ 18 wawuqhuba wonke umhlambi wakhe nazo zonke izinto awayeziqokelele,+ imfuyo awayeyifumene ePadan-aram, ukuze aye kutata wakhe uIsake kwilizwe lakwaKanan.+
17 Emva koko uYakobi wakhwelisa abantwana bakhe nabafazi bakhe ezinkameleni,+ 18 wawuqhuba wonke umhlambi wakhe nazo zonke izinto awayeziqokelele,+ imfuyo awayeyifumene ePadan-aram, ukuze aye kutata wakhe uIsake kwilizwe lakwaKanan.+