8 Ngoko wavuka waza watya wasela, ibe oko kutya kwamnceda wanamandla okuhamba iintsuku eziyi-40, ubusuku nemini, de waya kufika eHorebhe, entabeni yoThixo wokwenene.+
9 Wangena emqolombeni+ wachitha ubusuku apho, waza weva ilizwi likaYehova lisithi: “Ubekwa yintoni apha Eliya?”