Genesis 17:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Xa uAbram wayeneminyaka eyi-99, uYehova wabonakala kuye waza wathi: “NdinguThixo uSomandla. Hamba phambi kwam uze ube msulwa.* Genesis 17:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 “Ndiza kusigcina isivumelwano sam nawe+ nenzala* yakho kwizizukulwana zayo, sibe sisivumelwano sikanaphakade, sokuba ndibe nguThixo wakho nenzala* yakho emva kwakho.
17 Xa uAbram wayeneminyaka eyi-99, uYehova wabonakala kuye waza wathi: “NdinguThixo uSomandla. Hamba phambi kwam uze ube msulwa.*
7 “Ndiza kusigcina isivumelwano sam nawe+ nenzala* yakho kwizizukulwana zayo, sibe sisivumelwano sikanaphakade, sokuba ndibe nguThixo wakho nenzala* yakho emva kwakho.