Genesis 26:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 UYehova wabonakala kuIsake ngobo busuku, wathi: “NdinguThixo ka-Abraham+ utata wakho. Ungoyiki,+ kuba ndinawe, ndiza kukusikelela ndize ndiyenze iphindaphindeke inzala* yakho ngenxa ka-Abraham umkhonzi wam.”+
24 UYehova wabonakala kuIsake ngobo busuku, wathi: “NdinguThixo ka-Abraham+ utata wakho. Ungoyiki,+ kuba ndinawe, ndiza kukusikelela ndize ndiyenze iphindaphindeke inzala* yakho ngenxa ka-Abraham umkhonzi wam.”+