IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 23:13
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 13 Ngubani onokumnqanda xa ezimisele entweni?+

      Xa efuna ukwenza into, uyayenza.+

  • Isaya 14:27
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 27 Kuba uYehova wemikhosi wenze isigqibo,

      Ngoko ngubani onokusitshintsha?+

      Soluliwe isandla sakhe,

      Ngoko ngubani onokusithintela?+

  • Yohane 12:28
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 28 Tata, lizukise igama lakho.” Emva koko, kwavakala ilizwi+ liphuma ezulwini lisithi: “Ndilizukisile, ibe ndiza kuphinda ndilizukise.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share