Genesis 50:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Ekuhambeni kwexesha uYosefu wathi kubantakwabo: “Sele ndiza kufa, kodwa ngokuqinisekileyo uThixo uza kuninceda,+ yaye uza kuninyusa niphume kweli lizwe, anise kwilizwe awafunga ngalo kuAbraham, kuIsake nakuYakobi.”+ Eksodus 13:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 UMoses wahamba namathambo kaYosefu, kuba uYosefu wayebafungisile oonyana bakaSirayeli, wathi: “Ngokuqinisekileyo uThixo uza kuninceda. Nize nihambe namathambo am xa nihamba apha.”+
24 Ekuhambeni kwexesha uYosefu wathi kubantakwabo: “Sele ndiza kufa, kodwa ngokuqinisekileyo uThixo uza kuninceda,+ yaye uza kuninyusa niphume kweli lizwe, anise kwilizwe awafunga ngalo kuAbraham, kuIsake nakuYakobi.”+
19 UMoses wahamba namathambo kaYosefu, kuba uYosefu wayebafungisile oonyana bakaSirayeli, wathi: “Ngokuqinisekileyo uThixo uza kuninceda. Nize nihambe namathambo am xa nihamba apha.”+