Numeri 25:1, 2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Xa amaSirayeli ayehlala eShitim,+ alala neentombi zakwaMowabhi.+ 2 Ezo ntombi zawamema amaSirayeli ukuba eze kwimibingelelo yoothixo bazo,+ yaye atya loo mibingelelo aza aqubuda koothixo bazo.+ ISityhilelo 2:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 “‘Noko ke, kukho ezi zinto zimbalwa ndingazithandiyo apha kuwe: apho unabantu ababambelele kwimfundiso kaBhileham,+ owafundisa uBhalaki+ ukuba akhubekise amaSirayeli, ukuze atye izinto ezibingelelwe kwizithixo nokuba aziphathe kakubi ngesondo.*+
25 Xa amaSirayeli ayehlala eShitim,+ alala neentombi zakwaMowabhi.+ 2 Ezo ntombi zawamema amaSirayeli ukuba eze kwimibingelelo yoothixo bazo,+ yaye atya loo mibingelelo aza aqubuda koothixo bazo.+
14 “‘Noko ke, kukho ezi zinto zimbalwa ndingazithandiyo apha kuwe: apho unabantu ababambelele kwimfundiso kaBhileham,+ owafundisa uBhalaki+ ukuba akhubekise amaSirayeli, ukuze atye izinto ezibingelelwe kwizithixo nokuba aziphathe kakubi ngesondo.*+