-
Numeri 19:19, 20IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
19 Lo mntu ucocekileyo uza kutshiza lowo ungacocekanga ngosuku lwesithathu nangosuku lwesixhenxe, atsho acoceke ngosuku lwesixhenxe.+ Lowo ungacocekanga umele ahlambe aze ahlambe neempahla zakhe, yaye uza kucoceka ngokuhlwa.
20 “‘Kodwa umntu ongacocekanga waza akafuna ukuzicoca, umele abulawe+ kuba ungcolise indawo engcwele kaYehova. Ngenxa yokuba engafefwanga ngamanzi okucoca, akacocekanga.
-