IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 22:7, 8
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 7 UMoses wayenike ihafu yesizwe sakwaManase umhlaba eBhashan,+ waza uYoshuwa wanika enye ihafu yeso sizwe umhlaba kwicala elingasentshona kweYordan,+ kunye namanye amaSirayeli. Ngaphezu koko, xa uYoshuwa wayebakhulula ukuba baye ezintenteni zabo, wabasikelela 8 waza wathi: “Buyelani ezintenteni zenu nobutyebi obuninzi, imfuyo eninzi, isilivere negolide, ikopolo nentsimbi kunye neempahla ezininzi kakhulu.+ Thathani izinto enizoxuthe+ kwiintshaba zenu, nahlulelane nabantakwenu.”

  • 1 Samuweli 30:24
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 24 Ngubani onokuvumelana nani kule nto? Umntu obeyile emfazweni uza kufumana into efanayo nalowo obeshiyeke nempahla.+ Bonke baza kwabelana.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share