Numeri 18:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 UYehova waqhubeka wathi kuAron: “Ndikubeka ukuba ujonge yonke iminikelo enikwa mna.+ Ezinye izinto ezingcwele ezinikelwa ngamaSirayeli, ndizinike wena noonyana bakho, ibe ziza kuhlala zizezenu.+ Numeri 18:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Yonke iminikelo engcwele, amaSirayeli aza kuyinika uYehova,+ ndiyinika wena noonyana bakho neentombi zakho, ibe iza kuhlala iyeyenu.+ Esi sisivumelwano esiza kuhlala sihleli* uYehova asenza nawe nenzala yakho.”
8 UYehova waqhubeka wathi kuAron: “Ndikubeka ukuba ujonge yonke iminikelo enikwa mna.+ Ezinye izinto ezingcwele ezinikelwa ngamaSirayeli, ndizinike wena noonyana bakho, ibe ziza kuhlala zizezenu.+
19 Yonke iminikelo engcwele, amaSirayeli aza kuyinika uYehova,+ ndiyinika wena noonyana bakho neentombi zakho, ibe iza kuhlala iyeyenu.+ Esi sisivumelwano esiza kuhlala sihleli* uYehova asenza nawe nenzala yakho.”