Numeri 27:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Emva koko zasondela iintombi zikaTselofehadi,+ unyana kaHefere, unyana kaGiliyadi, unyana kaMakire, unyana kaManase, ophuma kwiintsapho zakwaManase, unyana kaYosefu. Amagama ezi ntombi yayinguMahala, uNowa, uHogela, uMilka noTirtsa.
27 Emva koko zasondela iintombi zikaTselofehadi,+ unyana kaHefere, unyana kaGiliyadi, unyana kaMakire, unyana kaManase, ophuma kwiintsapho zakwaManase, unyana kaYosefu. Amagama ezi ntombi yayinguMahala, uNowa, uHogela, uMilka noTirtsa.