IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 13:5
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 5 Jonga! Uza kukhulelwa uze uzale unyana, ibe umele angaze achetywe,+ kuba uza kuba ngumNaziri kaThixo ukuzalwa nje kwakhe,* yaye uza kukhokela ekusindiseni uSirayeli esandleni samaFilisti.”+

  • ABagwebi 16:17
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 17 Ngoko ekugqibeleni wamchazela yonke into, wathi: “Intloko yam zange ichetywe, kuba ndingumNaziri kaThixo kwasekuzalweni.*+ Ukuba ndingachetywa, angaphela amandla am ndize ndibe buthathaka njengabo bonke abanye abantu.”

  • 1 Samuweli 1:11
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 11 Wafunga wathi: “Owu Yehova wemikhosi, ukuba ungayibona intlungu yekhobokazana lakho, undikhumbule, ungalilibali ikhobokazana lakho, uze ulinike ikhobokazana lakho umntwana oyinkwenkwe,+ ndiza kumnikela kuYehova yonke imihla yobomi bakhe. Iinwele zakhe azizukuchetywa.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share