Eksodus 12:49 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 49 Kuza kusebenza umthetho ofanayo kwinzalelwane nakumntu wasemzini ohlala nani.”+ Levitikus 24:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 “‘Masibe sinye isigwebo senu, enoba ngumntu wasemzini okanye yinzalelwane,+ kuba ndinguYehova uThixo wenu.’” Numeri 9:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 “‘Ukuba nihlala nomntu wasemzini, naye ufanele amlungiselele uYehova umbingelelo wePasika.+ Ufanele enze njalo ngokomthetho wePasika nangokwendlela yawo ebekiweyo.+ Makusebenze umthetho omnye kumntu wasemzini nakumhlali walapho.’”+
22 “‘Masibe sinye isigwebo senu, enoba ngumntu wasemzini okanye yinzalelwane,+ kuba ndinguYehova uThixo wenu.’”
14 “‘Ukuba nihlala nomntu wasemzini, naye ufanele amlungiselele uYehova umbingelelo wePasika.+ Ufanele enze njalo ngokomthetho wePasika nangokwendlela yawo ebekiweyo.+ Makusebenze umthetho omnye kumntu wasemzini nakumhlali walapho.’”+