Numeri 8:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 AbaLevi ndiza kubanika uAron noonyana bakhe ndibathatha kumaSirayeli, ukuze bamele amaSirayeli kumsebenzi wasententeni yokuhlangana,+ nokuze bahlawulele amaSirayeli, ukuze amaSirayeli angafikelwa sisibetho+ ngenxa yokusondela endaweni engcwele.”
19 AbaLevi ndiza kubanika uAron noonyana bakhe ndibathatha kumaSirayeli, ukuze bamele amaSirayeli kumsebenzi wasententeni yokuhlangana,+ nokuze bahlawulele amaSirayeli, ukuze amaSirayeli angafikelwa sisibetho+ ngenxa yokusondela endaweni engcwele.”