Duteronomi 2:5, 6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Nize ningalwi nabo* kuba andizukuninika ilizwe labo, andizukuninika nendawo le elingene unyawo, kuba iNtaba ISehire ndiyinike uEsawu ukuba ahlale kuyo.+ 6 Nimele nikubhatalele ngemali ukutya eniza kukutya, namanzi eniza kuwasela.+
5 Nize ningalwi nabo* kuba andizukuninika ilizwe labo, andizukuninika nendawo le elingene unyawo, kuba iNtaba ISehire ndiyinike uEsawu ukuba ahlale kuyo.+ 6 Nimele nikubhatalele ngemali ukutya eniza kukutya, namanzi eniza kuwasela.+