IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 49:10
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 10 Intonga yobukhosi ayizukusuka kuYuda,+ nentonga yomyaleli ayizukusuka phakathi kweenyawo zakhe, ade afike uShilo,*+ zize zithobele yena izizwana.+

  • INdumiso 2:9
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  9 Uza kuziqhekeza ngentonga yobukhosi yentsimbi,+

      Uza kuziqhekeza zibe ziingceba okwesitya sodongwe.”+

  • INdumiso 72:11
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 11 Bonke ookumkani baza kuqubuda kuye,

      Neentlanga ziza kuba zizicaka zakhe.

  • ISityhilelo 6:2
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 2 Jonga! ndabona ihashe elimhlophe,+ yaye lowo wayekhwele kulo wayephethe isaphetha, yaye wanikwa isithsaba,+ waphuma waza wahamba esoyisa ukuze oyise ngokupheleleyo.+

  • ISityhilelo 19:15
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 15 Emlonyeni wakhe kuphuma ikrele elide elibukhali,+ ukuze azixabele ngalo iintlanga, ibe uza kuzalusa ngentonga yentsimbi.+ Uxovula nesixovulelo sewayini yomsindo omkhulu kaThixo uSomandla.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share