Genesis 29:35 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 Waphinda wamitha, wazala unyana, wathi: “Ngoku ndiza kumdumisa uYehova.” Ngoko wamthiya igama elinguYuda.*+ Emva koko wayeka ukuzala. Genesis 46:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Oonyana bakaYuda+ yayinguEre, uOnan, uShela,+ uPeretse+ noZera.+ Noko ke, uEre no-Onan bafela kwilizwe lakwaKanan.+ Oonyana bakaPeretse yayinguHetseron noHamuli.+
35 Waphinda wamitha, wazala unyana, wathi: “Ngoku ndiza kumdumisa uYehova.” Ngoko wamthiya igama elinguYuda.*+ Emva koko wayeka ukuzala.
12 Oonyana bakaYuda+ yayinguEre, uOnan, uShela,+ uPeretse+ noZera.+ Noko ke, uEre no-Onan bafela kwilizwe lakwaKanan.+ Oonyana bakaPeretse yayinguHetseron noHamuli.+