Duteronomi 7:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Nazi kakuhle ukuba uYehova uThixo wenu nguThixo wokwenene, uThixo othembekileyo, osigcinayo isivumelwano nongagungqiyo ekuthandeni izizukulwana eziliwaka zabo bamthandayo nabayithobelayo imiyalelo yakhe.+ 1 Petros 4:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Ngoko ke, abo beva ubunzima kuba besenza ukuthanda kukaThixo, mabahlale bethembele kuMdali othembekileyo, baqhubeke besenza okulungileyo.+
9 Nazi kakuhle ukuba uYehova uThixo wenu nguThixo wokwenene, uThixo othembekileyo, osigcinayo isivumelwano nongagungqiyo ekuthandeni izizukulwana eziliwaka zabo bamthandayo nabayithobelayo imiyalelo yakhe.+
19 Ngoko ke, abo beva ubunzima kuba besenza ukuthanda kukaThixo, mabahlale bethembele kuMdali othembekileyo, baqhubeke besenza okulungileyo.+