-
Eksodus 34:4IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
4 Ngoko uMoses wawaqingqa amacwecwe amatye amabini njengalawa okuqala, wavuka ekuseni wanyuka waya eNtabeni YaseSinayi, kanye njengokuba uYehova wayemyalele, yaye wayephethe amacwecwe amatye amabini esandleni sakhe.
-