IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 6:23-27
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 23 “Xelela uAron noonyana bakhe le nto, ‘Nantsi indlela enifanele nibasikelele ngayo+ abantu bakwaSirayeli. Yithini kubo:

      24 “Kwanga uYehova angakusikelela+ aze akukhusele.

      25 Kwanga uYehova angabukhanyisa kuwe ubuso bakhe,+ yaye kwanga angavuyiswa nguwe.

      26 Kwanga uYehova angabuphakamisa ubuso bakhe kuwe, akunike uxolo.”’+

      27 Yaye igama lam bamele balibeke kubantu bakwaSirayeli+ ukuze ndibasikelele.”+

  • Duteronomi 21:5
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 5 “Ababingeleli abangabaLevi bamele beze kuba uYehova uThixo wenu ukhethe bona ukuba bamsebenzele,+ basikelele egameni likaYehova.+ Mabachaze ukuba kumele kwenziwe ntoni ngamatyala obundlobongela.+

  • 2 Kronike 30:27
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 27 Ekugqibeleni, ababingeleli abangabaLevi, baphakama babasikelela abantu,+ uThixo waliva ilizwi labo, umthandazo wabo wafika endaweni yakhe yokuhlala engcwele, emazulwini.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share