Duteronomi 4:37 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 37 “Ngenxa yokuba wayebathanda ookhokho bakho, uye wakhetha inzala* yabo,+ wanikhulula ngokwakhe eYiputa ngamandla akhe amakhulu.
37 “Ngenxa yokuba wayebathanda ookhokho bakho, uye wakhetha inzala* yabo,+ wanikhulula ngokwakhe eYiputa ngamandla akhe amakhulu.