Yoshuwa 24:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 “‘Emva koko nawela iYordan,+ nafika eYeriko.+ Iinkokheli* zaseYeriko nama-Amori, amaPerizi, amaKanan, amaHiti, amaGirgashi, amaHivi namaYebhusi alwa nani, kodwa ndaninceda nawoyisa.+
11 “‘Emva koko nawela iYordan,+ nafika eYeriko.+ Iinkokheli* zaseYeriko nama-Amori, amaPerizi, amaKanan, amaHiti, amaGirgashi, amaHivi namaYebhusi alwa nani, kodwa ndaninceda nawoyisa.+