IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 9:16
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 16 Kodwa ndiye ndakuyeka ukuze ndikubonise amandla am nokuze igama lam laziwe emhlabeni wonke.+

  • Eksodus 15:13, 14
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  13 Kuba ubathanda ngokungagungqiyo abantu bakho, uye wabakhokela waza wabakhulula.+

      Ngamandla akho uza kubasa kwindawo yakho yokuhlala engcwele.

       14 Ziza kuva izizwana,+ ziza kungcangcazela,

      Abantu baseFilisti baza kubanjwa yintlungu.*

  • Yoshuwa 2:9, 10
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 9 Wathi: “Ndiyazi ukuba uYehova uza kuninika eli lizwe,+ yaye sonke apha siyanoyika.+ Bonke abantu beli lizwe batyhafile ngenxa yenu,+ 10 kuba sivile ukuba uYehova womisa amanzi oLwandle Olubomvu nijongile xa naniphuma eYiputa,+ seva nendlela enabatshabalalisa ngayo ookumkani ababini bama-Amori ngaphesheya* kweYordan, uSihon+ no-Ogi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share