IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kronike 9:2
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 2 Abantu bokuqala ababuyela kwilifa labo, ezixekweni zabo yayingamanye amaSirayeli, ababingeleli, abaLevi nabasebenzi basetempileni.*+

  • Ezra 7:24
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 24 Ze bazi ukuba akuvumelekanga ukufuna irhafu, umrhumo,+ okanye irhafu yendlela kubo bonke ababingeleli, abaLevi, iimvumi,+ oonogada basegeyithini, abasebenzi basetempileni*+ nabanye abasebenzi bendlu kaThixo.

  • Ezra 8:17
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 17 Ndabanika umyalelo wokuba baye kuIdo inkokheli yaseKasifiya. Ndathi mabathi kuIdo nabantakwabo, abasebenzi basetempileni* ababeseKasifiya, mabathumele abantu abaza kusebenza endlini yoThixo wethu.

  • Nehemiya 3:26
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 26 Bona abasebenzi basetempileni+ ababehlala eOfeli+ babesebenza ukuyokutsho ngaphambi kweGeyithi Yamanzi+ ngasempuma nangakwinqaba evelileyo.

  • Nehemiya 7:60
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 60 Abasebenzi basetempileni+ noonyana bezicaka zikaSolomon xa bebonke babeyi-392.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share