IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 1:11
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 11 Wafunga wathi: “Owu Yehova wemikhosi, ukuba ungayibona intlungu yekhobokazana lakho, undikhumbule, ungalilibali ikhobokazana lakho, uze ulinike ikhobokazana lakho umntwana oyinkwenkwe,+ ndiza kumnikela kuYehova yonke imihla yobomi bakhe. Iinwele zakhe azizukuchetywa.”+

  • INdumiso 66:19
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 19 Kodwa uThixo undivile;+

      Uwumamele umthandazo wam.+

  • IMizekeliso 15:29
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 29 UYehova ukude lee kubenzi-bubi,

      Kodwa uyawuva umthandazo wamalungisa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share