IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 23:14
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 14 “Uze undenzele itheko kathathu ngonyaka.+

  • Eksodus 34:23
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 23 “Wonke umntu oyindoda umele abonakale phambi kweNkosi yokwenene uYehova uThixo kaSirayeli, kathathu ngonyaka.+

  • Duteronomi 12:5, 6
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 5 Kunoko ukuze nimkhonze uYehova uThixo wenu nimele niye kwindawo akhethe ukulibeka kuyo igama lakhe,+ nakwindawo akhethe ukuhlala kuyo phakathi kwezizwe zenu. 6 Nimele niyise apho iminikelo yenu etshiswayo,+ imibingelelo yenu, izishumi zenu,+ iminikelo yezandla zenu,+ iminikelo yezifungo zenu, iminikelo yenu yokuzithandela+ namazibulo emihlambi yenu yeenkomo neyeegusha.+

  • Yoshuwa 18:1
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 18 Emva koko ibandla lamaSirayeli ladibana eShilo,+ yaye lamisa intente yokuhlangana apho,+ kuba ngoku lalisele liloyisile ilizwe.+

  • ABagwebi 21:19
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 19 Ngoko bathi: “Jonga! Kukho itheko likaYehova laminyaka le eShilo,+ engakumntla weBheteli ngakwimpuma yohola wendlela onyuka usuka eBheteli uye kwaShekem nakumzantsi weLebhona.”

  • Luka 2:41
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 41 Abazali balo mntwana babehlala besiya kwitheko lePasika eYerusalem unyaka nonyaka.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share